Static Content

Uyacelwa ukuba uphendule imibuzo elandelayo ngokupheleleyo nangokuchanekileyo; ubuyise kwakhona uxwebhu olugcweleyo kwisebe leGeophysics. Lonke ulwazi lubalulekile ngako oko iphepha lemibuzo malibuyiselwe. Nokuba akukhange uluve ungcangcazelo okanye unyikimo, naleyo ngokwayo lulwazi olubalulekileyo ( Sinqwenela ukwazi zonke iindawo apho ongcangcazelo okanye unyikimo lomhlaba beluviwe/ belungaviwanga.

Inyikima – Imibuzo
Naluphi na ulwazi olongezelelweyo luya kuthakazelelwa.
CGS-Logo-(Footer)

Contact Us

Subscribe

Subscribe for latest news and updates.

Council For Geoscience 2023 © All Rights Reserved. | Sitemap